Ukuthorisha EBheteli
Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.
EChile
Ave Concha y Toro 3456
PUENTE ALTO
CHILE
+56 2-428-2600
+56 2-428-2609 (Fax)
Ukukhenketha eBheteli
NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu
Ngo-8:30 a.m., ngo-9:30 a.m., nge-10:30 a.m., nge-1:30 p.m., nge-2:30 p.m., nge-3:30 p.m.
Kuthabatha iyure
Ezona zinto ziboniswayo
Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova wokufundisa iBhayibhile eChile. Kuthunyelwa iincwadi kumabandla angaphezu kwama-800.

