Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 93

Sikelela Ukudibana Kwethu

Sikelela Ukudibana Kwethu

(Hebhere 10:24, 25)

  1. 1. Yehova sisikelele,

    Njengoko sidibene.

    Siyazixabisa zonke

    Iintlanganiso zethu.

  2. 2. Sicela usifundise

    Ngalo iLizwi lakho.

    Qeqesha iingqondo zethu

    Kwaneentliziyo zethu.

  3. 3. Sikelela le ndibano,

    Senze sibe noxolo.

    Ukuze sikudumise

    Ngamazwi nangezenzo.