Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 77

Masikhanyise Kwihlabathi Elisebumnyameni

Masikhanyise Kwihlabathi Elisebumnyameni

(2 Korinte 4:6)

  1. 1. Ngemihla yokugqibela,

    Kukho ukukhanya.

    Sinika bonke abantu

    Ithemba lekamva.

    (CHORUS)

    Siyashumayela,

    Siyalikhanyisela

    Ihlabathi lonke.

    Sinceda abantu,

    Abangenal’ ulwazi

    NgoYehova.

  2. 2. Sivusa abaleleyo

    Limkile ixesha.

    Sinika abavumayo

    Ithemba lekamva.

    (CHORUS)

    Siyashumayela,

    Siyalikhanyisela

    Ihlabathi lonke.

    Sinceda abantu,

    Abangenal’ ulwazi

    NgoYehova.