Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 32

Mela UYehova!

Mela UYehova!

(Eksodus 32:26)

  1. 1. Sakha safundiswa ubuxoki,

    Xa sasikwiicawa zobuxoki.

    Kodwa savuya kakhulu emva

    Kokuva inyaniso.

    (CHORUS)

    Mela uYehova. Hlala umkhonza.

    Soze akushiye. Thembela ngaye.

    Zazise iindaba zenkululeko.

    Ulawulo lwakhe lophumelela.

  2. 2. Ngoku simela uThixo wethu,

    Sishumayela ngoBukumkani.

    Ngamnye makazenzele is’ gqibo,

    Sokumela uThixo.

    (CHORUS)

    Mela uYehova. Hlala umkhonza.

    Soze akushiye. Thembela ngaye.

    Zazise iindaba zenkululeko.

    Ulawulo lwakhe lophumelela.

  3. 3. Asimoyiki yena uMtyholi,

    Kuba sithembele ngoYehova.

    Ngoko nokuba siyatshutshiswa,

    Uza kusomeleza.

    (CHORUS)

    Mela uYehova. Hlala umkhonza.

    Soze akushiye. Thembela ngaye.

    Zazise iindaba zenkululeko.

    Ulawulo lwakhe lophumelela.