Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 150

Funa UYehova Ukuze Usinde

Funa UYehova Ukuze Usinde

(Zefaniya 2:3)

  1. 1. Bonke abalaw’li

    Balwa noYesu Kristu.

    Ngoku sele sifikile

    Isiphelo seentlanga.

    Zopheliswa zonke

    BuBukumkani bakhe.

    Zonke iintshaba zopheliswa

    Zingaphindi zibekho.

    (CHORUS)

    Masifune uYehova,

    Sifune nobulungisa.

    Thobela imithetho kaThixo,

    Ufune ukululama.

    Ngaloo ndlela woba nawe,

    Akusindise.

  2. 2. Masishumayele

    Sincede bonke ngoku.

    Bonk’ abantu bafanele

    Bazenzele ukhetho.

    Abaninzi kubo

    Bayasicaphukela.

    UYehova usikhusele,

    Uza kusisindisa.

    (CHORUS)

    Masifune uYehova,

    Sifune nobulungisa.

    Thobela imithetho kaThixo,

    Ufune ukululama.

    Ngaloo ndlela woba nawe,

    Akusindise.