Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 100

Bamkele Ngobubele

Bamkele Ngobubele

(IZenzo 17:7)

  1. 1. UYehova nguThix’ onobubele.

    Ubakhathalele bonke abantu.

    Unika wonk’ umntu,

    imvula nelanga,

    Usikhathalela ngothando.

    Nathi mas’xelise

    uThixo wethu.

    Sibe nobubele kubantu bonke.

    UYehova uza kusisikelela,

    Ngobubele bethu kwabanye.

  2. 2. Nathi masibonise ububele

    Ingakumbi kwabo sikhonza nabo.

    Xa besityelele,

    masibakhuthaze,

    Sincokole nabo sonwabe.

    ULidiya wathi: ‘Namkelekile.’

    Nathi masamkele bonke ngothando.

    UYehova uza

    kubavuza abo

    Babuka iindwendwe ngothando.