Yiya kwinkcazelo

UYakobi—Indoda Eyayithanda Uxolo

Funda ngezinto ezininzi uYakobi awazenzayo ukuze abe seluxolweni kunye nabanye abantu. Ibali lakhe lithathwe kwiGenesis 26:12-24; 27:41–28:5; 29:16-29; 31:36-55; 32:13-20; 33:1-11.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

Indifundisa Ntoni IBhayibhile?

UYakobi Walifumana Ilifa

UIsake noRebheka babenamakhwenkwe angamawele, uEsawu noYakobi. Ngenxa yokuba uEsawu waphuma kuqala, yayinguye owayefanele afumane ilifa. Kwakutheni ukuze aphise ngalo ngenxa yesitya esinesityu?

Indifundisa Ntoni IBhayibhile?

UYakobi NoEsawu Bayaxolelana

UYakobi wenza ntoni ukuze asikelelwe yingelosi? Ibe wenza ntoni ukuze axolelane noEsawu?