Yiya kwinkcazelo

Umanyano Lwabazalwana Luphela

Kwiminyaka ephantse ibeyi-2 000 eyadlulayo, amaKristu anikwa umyalelo wokuba abe “nothando ngomanyano lwabazalwana luphela.” AmaNgqina kaYehova aye awuthobela njani lo myalelo? Le vidiyo ithetha ngeendlela ezintathu abazalwana bethu abakwenza ngazo oku: 1) ukushumayela ngaxhatha linye, 2) ukunceda ngamaxesha okubandezeleka 3) nokunqula uYehova uThixo ngokumanyeneyo.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

II-DOCUMENTARY

AmaNgqina KaYehova—Ashumayela Iindaba Ezilungileyo Ngolungelelwano

AmaNgqina kaYehova ayaziwa ngomsebenzi wawo wokufundisa iBhayibhile ehlabathini lonke. Umsebenzi wawo wenziwa njani ibe ivela phi imali yokuwenza?