Imbali Yethu

Ezi vidiyo zimfutshane zenza ucace kakuhle umsebenzi nembali yamaNgqina kaYehova.

Imbali Yethu—Isipho Somculo, Isiqendu 1

Funda ngembali yomculo kwinkonzo yamaNgqina kaYehova.

Imbali Yethu—Isipho Somculo, Isiqendu 2

Funda ngamaculo aye asetyenziswa ngamaNgqina kaYehova kuleminyaka idlulileyo.

IQumrhu Elilawulayo Lihlala Limanyene—Inxalenye 1

IQumrhu Elilawulayo lamaNgqina kaYehova lihlala njani limanyene nabazalwana noodade abasemhlabeni wonke?

IQumrhu Elilawulayo Lihlala Limanyene—Inxalenye 2

IQumrhu Elilawulayo lamaNgqina kaYehova libancede njani bamanyana abazalwana noodade basehlabathini lonke?

Imbali Yethu—Iindibano

Khawufunde ngembali yeendibano ezinkulu nezincinci zamaNgqina kaYehova.

Imbali Yethu—IMEPS Yenza Kushunyayelwe Ngeelwimi Zonke

Funda indlela amaNgqina kaYehova ayisebenzisa ngayo iteknoloji ukuze enze iimpapasho eziprintwayo nezikwi-intanethi, ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-1 000.

Imbali Yethu—Umsebenzi Wokwakha Wentlangano

Funda ukuba kutheni amaNgqina kaYehova esoloko esakha emhlabeni wonke.

Imbali Yethu—Ukufundisa Ngeefilim Neevidiyo

Funda kwenzee njani ukuze kubeyiminyaka engaphezu kweyi-100 amaNgqqina kaYehova esebenzisa iidrama neevidiyo xa ekhonza.

Imbali Yethu—Ukushumayela Esidlangalaleni

Sekuyiminyaka engaphezu kweyi-100 ngoku amaNgqina kaYehova esaziwa ngokuhambisa iimpapasho zeBhayibhile esidlangalaleni.

Imbali Yethu—Umsebenzi Wabavangeli

AmaNgqina kaYehova sele ethumele abavangeli abaninzi kwiindawo ngendawo emhlabeni. Khawuve ngembali yomsebenzi wabo.

Imbali Yethu—Abaveleli Besiphaluka

Abaveleli besiphaluka bakhuthaza amaNgqina kaYehova emhlabeni wonke. Jonga indlela owaqala ngayo lo msebenzi uze ukhangele iindlela onokubaxhasa ngazo.

Imbali Yethu—Ukupapashwa KweBhayibhile

Kule vidiyo siza kuthetha ngembali yendlela intlangano kaYehova namhlanje eye yenza yaza yahambisa eyona ncwadi ibalulekileyo—iBhayibhile.