Iintshayelelo Zentsimi

Iividiyo ezenzelwe ukukunceda uqalise iincoko zeBhayibhile.

Intshayelelo Yencwadana Ethi, Ngaba Izinto Eziphilayo Zadalwa?

Simele sazi indlela obaqala ngayo ubomi ukuze sazi ukuba kutheni silapha.

Intshayelelo Yencwadana Ethi, Ninako Ukonwaba Entsatsheni

Umtshato nentsapho ziyahlaselwa. IBhayibhile iyanceda ukuze intsapho yonwabe.

Ngaba Ungakuvuyela Ukuva Iindaba Ezilungileyo?

IBhayibhile ineendaba‘zento elunge ngakumbi,’ njengoko esitsho uIsaya 52:7. Ezi ndaba zilungileyo zinokukunceda ukuba nonwabe nentsapho yakho, ube nabahlobo bokwenene noxolo lwengqondo.

Liyintoni Ithemba Ngabantu Bethu Abaswelekayo?

IBhayibhile ithembisa ukuba unokuphinda ubabone abantu bakho abaswelekayo apha emhlabeni.

Ngoobani​—AmaNgqina KaYehova?

Abantu abaninzi banomdla wokwazi ukuba ngoobani amaNgqina KaYehova. Yiva ngawo ukuba angoobani.