Yiya kwinkcazelo

‘Iindaba Ezilungileyo Kuzo Zonke Iintlanga, Izizwe Neelwimi’

Njengokuba kusetyenziswa iilwimi ezimalunga neziyi-6 700 ehlabathini lonke, kufuneka kubekho abaguquleli abaza kunceda wonke umntu eve iindaba ezilungileyo ezisuka eBhayibhileni. Bukela le vidiyo ebonisa indlela amaNgqina kaYehova akwenza ngayo oku.