Yiya kwinkcazelo

Ibali LikaYona—Lisifundisa Ukuba Nesibindi Nenceba

Umprofeti uYona ukhetha ukungawuthobeli umyalelo kaYehova wokushumayela ngokutshatyalaliswa kweNineve; kodwa njengoko uza kubona kweli bali, uye afunde eyona nto ithethwa kukuba nesibindi nenceba.

 

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

XELISA UKHOLO LWABO

Wafunda Kwiimpazamo Zakhe

Ngaba unokumvela uYona kuloyiko analo lokwamkela isabelo? Ibali lakhe lisifundisa ngenceba kaYehova.

XELISA UKHOLO LWABO

UYona Wafunda Isifundo Sokuba Nenceba

Ibali likaYona lingasinceda njani sizihlolisise kakuhle?