Xa Umntu Omthandayo Esifa

Ngaba uswelekelwe ngumntu omthandayo? Ngaba uyalufuna uncedo?

Intshayelelo

Le ncwadana inemifanekiso ithuthuzela abantu abaswelekelweyo ngeZibhalo.

“Ayinako Ukwenzeka Loo Nto!”

Ehlabathini lonke iintsapho zehlelwa yintlekele engalindelekanga.

Ngaba Kuyinto Yokwemvelo Ukuvakalelwa Ngale Ndlela?

Xa usentlungwini yokuswelekelwa ngumntu omthandayo, ngaba awufanele ube buhlungu?

Ndinokuhlangabezana Njani Nentlungu Endikuyo?

Ngaba ufanele uzifihle xa usentlungwini?

Banokunceda Njani Abanye?

Abahlobo kusenokufuneka bangalindi ukuxelelwa ukuze bathuthuzele abantu abasentlungwini yokuswelekelwa.

Ithemba Eliqinisekileyo Ngabafi

Ukucinga ukuba akusoze uphinde uthethe naye, uhleke naye okanye umbambe, yeyona nto inzima. Kodwa iBhayibhile isinika ithemba.