IMBONISELO Juni 2014 | Indlela UThixo Akujonga Ngayo Ukutshaya

Ukwazi indlela akujonga ngayo kunokukunceda uyeke ukutshaya.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ubhubhane Emhlabeni Jikelele

Kutheni ukutshaya kuseyingxaki phezu kwayo nje imizamo yokukuphelisa?

INQAKU ELINGUMXHOLO

UThixo Ukujonga Njani Ukutshaya?

Ayikho indawo eBhayibhileni ethetha ngecuba, ngoko singazi njani ukuba alifanelekanga?

Ukhe Wasingcamla Na Isonka Sobomi?

Kwakutheni ukuze uYesu athi usisonka sobomi nesonka sasezulwini?

Liliphi Ithemba Ngookhokho Bam Abafileyo?

IBhayibhile ithi uThixo uza kuvusa kwanabantu abangengomalungisa. Kutheni eza kubavusa?

Abantu Abathathu Ababefuna Inyaniso Ngeminyaka Yee-1500—Bafumana Ntoni?

UCapito, uCellarius noCampanus benza izinto ezabangela ukuba bangaginywa ncam yiCawa yamaKatolika nagabaHlaziyi.

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngaba injongo yomhlaba iza kuphunyezwa?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Ukubandezeleka Kwethu Kubangelwa NguThixo?

Akukho mntu ungabandezelekiyo—kwanabo bathandwa nguThixo. Kutheni?