Iphepha 32
Ngaba umsebenzi wokushumayela owenziwa ngamaNgqina kaYehova kukuzaliseka kwesiprofeto seBhayibhile?
FUNDA IPHEPHA 9.
Kuya kuba njani emhlabeni xa kulawula uBukumkani bukaThixo?
FUNDA IPHEPHA 10.
Yintoni enokwenziwa ngabazali abatsha xa bengaboni ngasonye ngendlela yokukhulisa umntwana?
FUNDA IPHEPHA 11.
Baqala njani ubungendawo?
FUNDA IPHEPHA 16.
Kutheni urhulumente waseRashiya eye wavala ezinye zeencwadi eziveliswa ngamaNgqina kaYehova?
FUNDA IPHEPHA 18-21.

