Iphepha 32
◼ Funda ngendlela eziya kuconjululwa ngayo zonke iingxaki ezikhoyo ehlabathini namhlanje. Kwiphepha 5.
◼ Abantu abasinda xa kwakugetyengwa abantu kwisikolo saseWinnenden, eJamani, basixelela ngendlela abahlangabezana ngayo nokuxinezeleka okwabangelwa seso siganeko. Kwiphepha 9.
◼ Wayengubani uKumkani uHerode owayefuna ukubulala uYesu owayeselusana? Kwiphepha 13.
◼ Yintoni oyaziyo ngoNyaka Omtsha obhiyozelwa ngabantu baseMpuma? Kwiphepha 20.
◼ Funda ngobomi bukaKumkani uDavide ukuze wazi uhlobo lomculo owawudlalwa xa kwakubhalwa iBhayibhile. Kwiphepha 26.
◼ Ngaba nyhani kukho ookumkani okanye izazi ezithathu ezeza kunqula uYesu xa wayesemkhumbini? Kwiphepha 31.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 32]
Starving children: WHO/OXFAM

