Iphepha 32
◼ Ngaba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini? Funda kwiphepha 6.
◼ Ngaba uMariya “wayenguMama kaThixo ngenkqu”? Funda kwiphepha 8.
◼ Uvakalelwa njani uThixo xa enqulwa kusetyenziswa imifanekiso eqingqiweyo nezithixo? Funda kwiphepha 9.
◼ Yintoni enokukunceda xa iqabane lakho ligula okanye lenzakele? Funda kwiphepha 10-12.
◼ Ngaba iBhayibhile iye yatshintshwa? Funda kwiphepha 13-14.
◼ Yintoni enokwenziwa lilungu ngalinye lentsapho ukuze intsapho yonwabe? Funda kwiphepha 16-17.

