Iphepha 32
◼ Unokulufumana phi uncedo ukuze uqonde iBhayibhile? Funda iphepha 6-8.
◼ Ngaba unako ukufumana uxolo kweli hlabathi lizaliswe ziingxaki? Funda iphepha 10-12.
◼ Ngaba bawufumane umkhombe kaNowa? Funda iphepha 13-14.
◼ Wayengubani uAbhigali yaye sifunda ntoni kukholo lwakhe? Funda iphepha 18-21.
◼ Ngaba uThixo uyasamkela isithembu? Funda iphepha 30.

