IMBONISELO

Iphepha 32

IsiXhosa
Iphepha 32
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png
w09 5/1 iphe. 32
Iphepha 32

Iphepha 32

◼ Bubuphi ubungqina obukhoyo obubonisa ukuba uYesu wayekhe waphila apha emhlabeni? Funda kwiphepha 7.

◼ Kutheni kubalulekile ukufumana iimpendulo zemibuzo onayo ngokuphathelele uThixo? Funda kwiphepha 9.

◼ Unokumqeqesha njani umntwana wakho ofikisayo ukuba alungele ukuba ngumntu omkhulu? Funda kwiphepha 10-12.

◼ Inokukwenzakalisa njani imimoya emdaka? Funda kwiphepha 20.

◼ Ngaba nguThixo onika abantu amandla okwenza imimangaliso namhlanje? Funda kwiphepha 28.