IMBONISELO

Iphepha 32

IsiXhosa
Iphepha 32
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png
w09 1/1 iphe. 32
Iphepha 32

Iphepha 32

◼ Ngaba uYesu wayenabantakwabo noodadewabo? Bona iphepha 6.

◼ Ngaba abafileyo banokubenzakalisa abaphilayo? Bona iphepha 11.

◼ Ngaba umntu uya kuwusindisa umhlaba? Bona iphepha 18.

◼ Kwakutheni ukuze uYesu ahlambe iinyawo zabapostile bakhe? Bona iphepha 19.

◼ Ngaba kumele kulindelwe ukuba uThixo aphendule yonke imithandazo? Bona iphepha 30.