Iphepha 32
Iphepha 32
◼ Ungaqiniseka njani ukuba yiyiphi indlela omele uhambe ngayo ebomini? Funda kwiphepha 8.
◼ Zichane kangakanani iimfundiso zikaYesu? Funda kwiphepha 12.
◼ Kwenzeka njani ukuba umntu waseUkraine othetha isiJamani ashumayele kwidolophana yaseParaguay? Funda kwiphepha 19.
◼ Ngaba ikho indlela yokunyanga umhlaba? Funda kwiphepha 26.