IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka kuJulayi 27 ukuya kuAgasti 30, 2015.

UKristu—Amandla KaThixo

Imimangaliso kaYesu ayizange iphelele ekuncedeni abantu ababephila kwaSirayeli mandulo, kodwa yabonisa nento aza kuyenzela abantu kungekudala.

Wayebathanda Abantu

Indlela uYesu awayenza ngayo imimangaliso yabonisa ntoni ngeemvakalelo zakhe?

Sinako Ukuhlala Sinyulu

IBhayibhile ithetha ngezinto ezintathu ezinokusinceda silwe neminqweno yokuziphatha kakubi.

“Kufuneka Ninyamezele”

UYehova usenzele amalungiselelo amane okusinceda sinyamezele izilingo okanye iimeko ezinzima.

Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye I

Kwakutheni ukuze uYesu aqalise umthandazo wakhe ngamazwi athi “Bawo Wethu” endaweni yokuthi “Bawo Wam”?

Phila Ngokuhambisana Nomthandazo Ongumzekelo—Inxalenye II

Xa sicela uThixo ukuba asinike isonka sethu semihla ngemihla, asiceli nje ukuba anike thina kuphela ukutya.