IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2017

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 25 ukuya kuOktobha 22, 2017.

Ngaba Ukulungele Ukulinda Ngomonde?

Abakhonzi bakaYehova abathembekileyo bamandulo babuza ukuba kwakuya kude kube nini benyamezele iimvavanyo, kodwa uThixo akazange abagxeke ngokubuza lo mbuzo.

‘Uxolo LukaThixo Lungaphaya Kokuqonda’

Ngaba wakhe wazibuza ukuba kutheni uThixo evumele iimvavanyo ezithile zikwehlele? Xa kunjalo, yintoni enokukunceda unyamezele uthembele kuThixo ngokupheleleyo?

IBALI LOBOMI

Xa Unyamezela Iimvavanyo Uyasikelelwa

Yintoni eyayinokwenza abantu abathunyelwe elubhacweni eSiberia bahambe bebuzisa ngeenkomo kanti eyona nto bayifunayo zizimvu? Impendulo uya kuyifumana kwibali lobomi elibangel’ umdla likaPavel noMaria Sivulsky.

Indlela Yokuhluba Ubuntu Obudala Size Sibugcine Bukude

Ukuhluba ubuntu obudala akufani nobugcina bukude nathi. Sinokuzenza njani ezi zinto zimbini, kungakhathaliseki ukuba besingene nzulu kangakanani kwimikhwa engafanelekanga?

Sinokubambatha Njani Ubuntu Obutsha Size Singabuhlubi?

UYehova angakunceda ube yile nto afuna ube yiyo. Jonga indlela onokubonisa ngayo ukuba unemfesane, ububele, uthobekile, ibe unobulali.

Uthando​—⁠Uphawu Oluxabiseke Kakhulu

IZibhalo zisichazela ukuba uthando luveliswa ngumoya oyingcwele kaYehova. Luyintoni kanye uthando? Singaluvelisa njani uthando? Sinokulubonisa njani uthando yonke imihla?

SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU

“Iza Kubakho Nini Indibano Elandelayo?”

Yintoni eyenza indibano eyayiseMexico City, ngo-1932 ibaluleke kangaka?

Imibuzo Evela Kubafundi

Kutheni ingxelo kaMateyu ngoYesu xa wayesemncinci yahlukile kwekaLuka?