IMBONISELO—EFUNDWAYO Matshi 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 2 ukuya kuMeyi 29, 2016.

Ngaba Unganceda Ebandleni Lakho?

Ngaba ungabonisa umoya wobuvangeli ebandleni lakho?

Lutsha—⁠Ngaba Nikulungele Ukubhaptizwa?

Imibuzo emithathu ingakunceda wenze isigqibo.

Lutsha—⁠Ningakulungiselela Njani Ukubhaptizwa?

Kuthekani ukuba akuqinisekanga ukuba sele ukulungele? Okanye kuthekani ukuba uyafuna ukubhaptizwa kodwa abazali bakho bathi umele ulinde?

Unokuba Nenxaxheba Ekomelezeni Umanyano LobuKristu—⁠Njani?

Umbono obhalwe kwiSityhilelo isahluko sethoba ubalaselisa ukubaluleka komanyano.

UYehova Ukhokela Abantu Bakhe Kwindlela Yobomi

Singabonisa njani ukuba sifuna ukhokelo lukaYehova?

Imibuzo Evela Kubafundi

Abantu bakaThixo babe ngabo nini abathinjwa beBhabhiloni Enkulu? Ngaba uSathana wamthatha ngokoqobo uYesu wamsa etempileni xa wayemlinga?