IMBONISELO No. 5 2016 | Unokuyifumana Phi Intuthuzelo?

Sonke siyafuna ukuthuthuzelwa nguThixo, ingakumbi kumaxesha anzima. La manqaku athetha ngendlela uThixo athuthuzela ngayo kumaxesha anzima.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Sonke Siyafuna Ukuthuthuzelwa

Unokuyifumana phi intuthuzelo xa usentlungwini okanye ugula, unengxaki emtshatweni, okanye emsebenzini?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Indlela Asithuthuzela Ngayo UThixo

Iindlela ezine abanokuncedwa ngazo abantu abaxhwalekileyo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuthuthuzelwa Ngamaxesha Anzima

Abantu abanyanisekileyo baye bancedwa njani xa bebelufuna nyhani uncedo?

XELISA UKHOLO LWABO

“LelikaYehova Idabi”

Yintoni eyabangela ukuba uDavide amoyise uGoliyati? Sifunda ntoni kwibali likaDavide?

Ibali LikaDavide NoGoliyati​—⁠Ngaba Liyinyani?

Abanye abagxeki bayathandabuza ukuba le ngxelo iyinyaniso. Ngaba bafanele bathandabuze?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndandisisikhohlakali, Ndikuthanda Nokulwa

Yintoni eyabangela ukuba uphuma-silwe waseMexico afune ukutshintsha ubuntu bakhe?

Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Impendulo inokukumangalisa.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Uthandaza? Ngaba UThixo Uza kundiphendula?

Xa uthandaza, uThixo uxhomekeke kuwe ukuze awuphendule loo mthandazo.