IMBONISELO No. 1 2019 | Ngubani UThixo?

Qwalasela iimpendulo zale mibuzo iyi-6 eziza kukunceda usondele kuThixo.

Ngubani UThixo?

Into yokuqala ukuze umazi uThixo kukufunda ngaye. Ungayenza njani loo nto?

Ngubani Igama LikaThixo?

Ngaba uyayazi uThixo unegama elichaza umntu anguye?

Unjani UThixo?

Zeziphi ezona mpawu zibalaseleyo zintle zikaThixo?

Ziintoni Azenzileyo UThixo?

Ininzi into uThixo ayenzileyo ukuze sibe nekamva elihle.

Uza Kusenzela Ntoni UThixo?

Funda ngezinto eziza kwenzeka xa kulawula uBukumkani BukaThixo.

Kungakunceda Njani Ukuba Ngumhlobo KaThixo?

Abo bafuna ukuba ngabahlobo bakaThixo baza kusikelelwa njani?

Unako Ukuba ngumhlobo KaThixo

Kukho izinto ezine ezinokukunceda usondele kuThixo.