IMBONISELO—EFUNDWAYO Meyi 2016

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJuni 27 ukuya kuJulayi 31, 2016.

Lungisa Ukungavisisani Ngomoya Wothando

Imele ibe yintoni injongo yakho? Ngaba imele ibe kukuphumelela impikiswano, ukwenza umoni avume ityala, okanye enye into?

“Hambani, . . . Niye Kubenza Abafundi Abantu Beentlanga Zonke”

Iimpendulo zale mibuzo mine zisibonisa ukuba ngoobani namhlanje abazalisekisa isiprofeto sikaYesu.

Uzenza Njani Izigqibo Zakho?

Ufanele wenze njani kwiimeko ezingenamthetho ungqalileyo oseBhayibhileni?

Ngaba IBhayibhile Isabutshintsha Ubomi Bakho?

Elinye iNgqina layeka ukungcakaza, ukutshaya, ukunxila nokusebenzisa kakubi iziyobisi ukuze likwazi ukufanelekela ukubhaptizwa, kodwa lafumanisa ukuba lukhona olunye utshintsho olunzima ngakumbi ekwakufuneka lulwenzile.

Zuza Ngokupheleleyo Kumalungiselelo KaYehova

Yintoni enokusenza siphoswe ngawo?