IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2016
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 1 ukuya kuAgasti 28, 2016.
Ukuxabisa UYehova NjengoMbumbi Wethu
UThixo ubakhetha njani abo ababumbayo? Kutheni ebabumba? Yaye ukwenza njani oko?
Ngaba Uyamvumela UMbumbi Omkhulu Akubumbe?
Ziziphi iimpawu eziya kukwenza uthambe ezandleni zikaThixo?
“UYehova UThixo Wethu NguYehova Mnye”
UThixo “mnye” ngayiphi ingqiqo, ibe thina singamnqula njani ngaloo ndlela?
Musa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise
Kumaxesha akudala, abakhonzi bakaThixo abathembekileyo bathetha okanye benza izinto ezabakhubekisayo abanye. Sinokufunda ntoni kule mizekelo eseBhayibhileni?WEB:OnSiteAdTitleMusa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise
Uphawu Lobuthixo Oluxabiseke Ngaphezu Kweedayimani
Ukuba nalo yimpumelelo engena kuthelekiswa nanto.
Imibuzo Evela Kubafundi
Kumbono kaHezekile, indoda enophondo lweinki lukanobhala kunye namadoda amathandathu anezixhobo zokukroboza afuzisela ntoni?

