IMBONISELO—EFUNDWAYO Septemba 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngo-Oktobha 28–Disemba 1, 2019.

UYehova Uyabathanda Abantu Abathobekileyo

Ukuthobeka lolunye lweempawu ezibalulekileyo ekufuneka sibe nazo. Singahlala njani sithobekile xa kutshintsha izinto?

Siyijonge Ngamehl’ Abomvu IArmagedon!

Ziintoni eziza kwenzeka ngaphambi kokuba kufike iArmagedon? Singahlala njani sithembekile ekubeni isiphelo sisondela?

Simele Sithobele UYehova

Abadala, ootata noomama bangafunda into eninzi ngokuthobela kwiRhuluneli uNehemiya, uKumkani uDavide nakuMariya umama kaYesu.

“Yizani Kum, . . . Ndiza Kunihlaziya”

Yintoni esimele siyenze ukuze sibonise ukuba siyavuma ukuya kuye? Iza kuhlala isihlaziya idyokhwe kaYesu ukuba senza izinto ezintathu.

“Khangela! Ndabona Naso Isihlwele Esikhulu”

Kwisiprofeto sikaYohane, uYehova wasichaza “isihlwele esikhulu” esiza kusinda kwimbandezelo enkulu ukuba sikhulu kangakanani nokuba siphuma kuzo zonke iintlanga.