IMBONISELO—EFUNDWAYO Julayi 2018

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 3 ukuya ku-30, 2018.

BAZINIKELA BENGAQHUTYWA MNTU

Bazinikela Bengaqhutywa Mntu—EMyanmar

Yintoni eyabangela ukuba amaNgqina amaninzi ashiye amakhaya awo aye kuncedisa kumsebenzi wokushumayela eMyanmar?

Ufuna Ukwaziwa Nokuthandwa Ngubani?

Sifunda ntoni kwindlela uThixo abonisa ngayo ukuba uyabazi kwaye uyabathanda abakhonzi bakhe abathembekileyo?

Ngaba Ujonge KuYehova?

Sifumana isifundo esibalulekileyo kwiimpazamo ezenziwa nguMoses.

“Ngubani Na OngakuYehova?”

Xa sifunda eBhayibhileni ngoKayin, uSolomon, uMoses noAron sibona ukuba kutheni kububulumko ukuba kwicala likaYehova.

SingabakaYehova

Sinokumbulela njani uYehova ngokusenza abahlobo bakhe?

Yiba Novelwano “Kuzo Zonke Iintlobo Zabantu”

Yiba novelwano njengoYehova ngokubona izinto ezifunwa ngabantu neengxaki abanazo nokubanceda xa unokukwazi.

Imibuzo Evela Kubafundi

Ngaba abantu abangatshatanga banokuba netyala lokwenza isono esinzulu kuba bechithe ubusuku kwiimeko ezikrokrisayo?