Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngena Ngokukhawuleza KwiWebhsayithi Yethu!

Ngena Ngokukhawuleza KwiWebhsayithi Yethu!

Ukususela kulo Vukani! uwuphetheyo ukubheka phambili, eli phephancwadi liza kuba neekhowudi ekuthiwa zii-QR (quick response). Mhlawumbi uyazibuza ukuba ziintoni ezo? Ezi ziikhowudi onokuzisebenzisa ukuze ungene ngokukhawuleza kwiWebhsayithi yethu. Kufuneka nje ube netablet enekhamera ne-Intanethi okanye ube nezi fowuni zikhoyo kuthiwa zi-smartphone.

  1.   Zikhuphelele isoftware application ekwaziyo ukufunda iikhowudi zeQR.
  2.   Vula isoftware application.
  3.   Fota iQR code.

Uza kungena ngqo kwiWebhsayithi yethu!