UVUKANI! Oktobha 2012 | Indlela Yokuphumelela Ngayo Esikolweni
Ngaba ufuna ukuphucula kwizifundo zakho? Le mixholo ithetha ngeendlela ezintlanu onokuphumelela ngazo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Indlela Onokuphumelela Ngayo Esikolweni
Unokufumana okuninzi kwimfundo. Kule mixholo siza kuchaza iindlela ezintlanu onokuphumelela ngazo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Lungelelana
Amacebiso endlela onokukuphepha ngayo ukuba shushu kwentloko ngenxa yomsebenzi wesikolo owenziwa ekhaya nokupasa kakuhle esikolweni.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Fumana Uncedo
Kubalulekile ukuba nabantu abakuncedayo. Ungalucela kubani uncedo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Zigcine Ungumqabaqaba
Ukuzigcina ungumqabaqaba kunokubangela ukuba wenze kakuhle esikolweni—uphucule nendlela ophila ngayo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Yiba Nosukelo
Ngaba uyazi ukuba ufundela ntoni? Ziziphi iinkalo omele ucinge ngazo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Into Enokwenziwa Ngabazali
Abantwana bajongene neengxaki ezininzi esikolweni. Ninokubanceda njani?
Ukoyisa Ingxaki Yokutyeba Ngokugqithiseleyo Kwabaselula
Funda indlela omnye owayethanda ukutya okunesondlo owayoyisa ngayo loo ngxaki.
Ukujongana Ubuso Ngobuso Neegorila
Hamba nathi siye eDzanga-Ndoki National Park ukuze ubone uMakumba, igorila yommandla osentshona.
NGABA YADALWA?
Izivamvo Zoqongqothwane Othanda Umlilo
Yintoni enokufundwa ngoononjineli nabaphengululi kulo qongqothwane ungafaniyo nabanye?
ULUTSHA LUYABUZA
Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 2
Funda ngendlela onokuzilungiselela ngayo iingxaki engakhange uzicinge emtshatweni.
Iindaba Eziphazamisayo Nabantwana Bakho
Ngaba abantwana bakho boyikiswa ziindaba? Unokubanceda njani bangoyiki?
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ngaba Iinkwenkwezi Ziyabuchaphazela Ubomi Bakho?
Abantu abaninzi bacela amacebiso nokhokelo kubomi babo kubavumisi ngeenkwenkwezi. Ngaba iinkwenkwezi zinokusinceda ngokwenene?
Ukuphumeza Imbopheleleko Yokuba Ngumzali
Unokubanceda njani abantwana bakho bajongane neengxaki zokuziphatha zale mihla?
IBhayibhile—Incwadi Yesiprofeto Esichanileyo, Inxalenye 6
Ngaba sikho isiganeko esikhethekileyo esenzekayo kweli xesha siphila kulo? Funda ngeziprofeto ezisixhenxe ezibonisa ukuba ixesha esiphila kulo likhethekile.
Okwenzeka Ehlabathini
Eminye imixholo: Uxinezeleko lobomi basedolophini, uFacebook nendlela ukubukela iTV onokubunciphisa ngayo ubomi bakho.
Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
Kule nyanga funda ngoNowa, ukuthobela uThixo, uNehemiya nangamaNgqina kaYehova aseZambia.

