Kushunyayelwa kumama nentombi yakhe eWest Bengal, eIndiya

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Septemba 2016

Iintshumayelo

Amacebiso okuhambisa IMboniselo neZibhalo ezibonisa ukuba uThixo usikhathalele. Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Hamba Emthethweni KaYehova”

Kutheth’ ukuthini ukuhamba emthethweni kaYehova? Umbhali weNdumiso 119 ngumzekelo esimele siwulandele.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Xa Sifika Kukho Umntwana Emzini

Into esimele siyenze ebonisa ukuba siyabahlonipha abazali.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Uncedo Lwam Luvela KuYehova”

INdumiso 121 isebenzisa izifaniso xa ichaza indlela uYehova asikhusela ngayo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Senziwe Ngokungummangaliso

KwiNdumiso139, uDavide udumisa uYehova ngendalo yakhe emangalisayo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Imigibe Omele Uyilumkele Xa Uqhuba Isifundo SeBhayibhile

Ukuze sifikelele intliziyo yomfundi, yintoni esimele siyiphephe?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”

INdumiso 145 ichaza indlela uDavide awayevakalelwa ngayo ngokuba uYehova ekhathalele bonke abakhonzi bakhe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Khuthaza Abanomdla Ukuba Baye Kwiintlanganiso

Abantu abanomdla nesibafundelayo badla ngokwenza inkqubela emva kokuba beye kwiintlanganiso.