Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | GENESIS 36-37

UYosefu Wamonelwa

UYosefu Wamonelwa

37:3-9, 11, 23, 24, 28

Izinto ezenzeka kuYosefu zibonisa indlela oyingozi ngayo umona. Khetha isibhalo esihambelana nesizathu sokuba kufuneka singabi namona.

ISIZATHU

  • Abantu abanomona abazukubufumana uBukumkani bukaThixo

  • Umona wenza kungavanwa ebandleni, kungabikho xolo

  • Umona unokude usigulise

  • Umona usenza singaziboni izinto ezintle kwabanye