Kuba ethobela, uAbraham usa uIsake eMoriya

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Matshi 2020

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa ezithetha ngoYesu Kristu nangokusifela kwakhe.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“UThixo Wamvavanya UAbraham”

Kwakutheni ukuze uYehova acele uAbraham ukuba anikele ngonyana wakhe?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UIsake Ukhangelelwa Umfazi

Ungafunda ntoni kwindlela isicaka sika-Abraham esasenza ngayo isigqibo esibalulekileyo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ndiza Kumema Bani?

Ngoobani ongabamema kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu esilandelayo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UEsawu Uthengisa Ilungelo Lakhe Lobuzibulo

Ziintoni ezingcwele ofanele ubonise uxabiso kuzo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYakobi Ufumana Intsikelelo Emfaneleyo

UYakobi wayifumana njani intsikelelo emfaneleyo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYakobi Uyatshata

Yintoni enokuninceda ukuba umtshato wenu uphumelele nokuba nineengxaki?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​—Ukushumayela Kubantu Abangaboniyo

Singabathanda njani abantu abangaboniyo abakwintsimii yethu njengoYehova?