Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOBHI 11-15

UYobhi Wayeqinisekile Ukuba Uvuko Luza Kubakho

UYobhi Wayeqinisekile Ukuba Uvuko Luza Kubakho

UYobhi wabonisa ukuba uyakholelwa ukuba uThixo angakwazi ukumvusa

14:7-9, 13-15

  • UYobhi wasebenzisa umthi—ekusenokwenzeka ukuba ngumthi womnquma—ukuze abonise ukuba uyakholelwa ukuba uThixo angakwazi ukumvusa

  • Ingcambu yomthi womnquma exabiso layo likhulu iyakwazi ukuzihlaziya enoba isiphunzi somthi sele sonakele. Ukuba nje iingcambu zawo zisamilile, lo mthi uphinda ukhule kwakhona

  • Xa imvula inetha apho bekukho imbalela enkulu, isiphunzi somthi womnquma owomileyo siyakwazi ukuphinda sihlume, kuvele “amasebe njengesityalo esitsha”