Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 TIMOTI 1-3

Zabalazela Umsebenzi Omhle

Zabalazela Umsebenzi Omhle

3:1, 13

Abazalwana kufuneka bakhuthale ebandleni besebancinci. Le nto yenza baqeqeshwe baze bafanelekele ukuba zizicaka zolungiselelo xa bebadala. (1 Tim 3:10) Nazi izinto anokuzenza umzalwana ukuze abonakale ukuba uzimisele ukwenza imisebenzi emihle:

  • Azincame.​—km 7/13 2-3 ¶2

  • Azimisele ukukhonza uYehova.​—km 7/13 3 ¶3

  • Athembeke yaye anyaniseke.​—km 7/13 3 ¶4