Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Februwari 22-28

NEHEMIYA 12-13

Februwari 22-28
  • Ingoma 106 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Hambisa isimemo seSikhumbuzo kumntu onomdla.

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4 nangaphantsi) Hambisa isimemo seSikhumbuzo neMboniselo kumntu onomdla nyhani. Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Cacisela isifundo ngeSikhumbuzo usebenzisa incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile iphepha 206-208. Nceda isifundo sakho sikwazi ukuya.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 5

  • Bamemele ESikhumbuzweni Bonke Abantu Abakwintsimi Yakho!”: (imiz. 15) Ingxubusho. Chaza indlela ibandla eliza kuyigubungela ngayo intsimi. Xa ukwindawo ethi “Amanyathelo Onokuwathabatha,” dlala ividiyo yeSikhumbuzo. Bakhuthaze bonke ukuba babe nenxaxheba kweli phulo baze bahlakulele umdla abawufumeneyo. Makwenziwe nomboniso.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 9 ¶14-24, nempinda yesahluko (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 39 Nomthandazo