Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | ISITYHILELO 17–19

Imfazwe KaThixo Eza Kuphelisa Zonke Iimfazwe

Imfazwe KaThixo Eza Kuphelisa Zonke Iimfazwe

19:11, 14-16, 19-21

Kutheni uYehova, “uThixo wothando nowoxolo,” ekhethe uNyana wakhe, “iNkosana yoXolo,” ukuba alwe imfazwe?​2Ko 13:11; Isa 9:6.

  • UYehova noYesu bayabuthanda ubulungisa ibe bayabucaphukela ububi

  • Uxolo nobulungisa obungapheliyo buza kubakho xa abantu abenza izinto ezimbi bengasekho

  • Ihashe elimhlophe nelineni emhlophe ecocekileyo zibonisa ukuba umkhosi kaThixo wasezulwini ‘wenza imfazwe ngobulungisa’

Singenza ntoni ukuze sisinde kule mfazwe ibalulekileyo?​—Zef 2:3