Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Kunye Nomveleli Wesiphaluka Ka-2026-2027
“Wonwabile Umntu Othembela NgoYehova”
Ucwangciso lwakusasa nasemva kwemini lwendibano yesiphaluka kunye nomveleli wesiphaluka.
Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
Le mibuzo iza kuphendulwa njengoko kuqhubeka indibano.

