Ucwangciso Lwendibano Yengingqi Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!

NgoLwesihlanu

Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuma-1 Korinte 13:4—“Uthando lunomonde.”

NgoMgqibelo

Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kuma-1 Tesalonika 5:14—“Nibe nomonde kubo bonke.”

NgeCawa

Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuIsaya 30:18 —“UYehova ulinde ngomonde ukuba anenzelele.”

Inkcazelo

Inkcazelo enokunceda abantu abatyeleleyo endibanweni.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

Yiya kwindibano ka-2026​​​—“Unokonwaba Ngonaphakade”

Siyakumema ukuba ube khona kwindibano yengingqi yeentsuku ezintathu yalo nyaka yamaNgqina kaYehova.

IINDIBANO

Uyamenywa: Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!

Uyamenywa kwindibano yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova yakulo nyaka.

IINDIBANO

Idrama YeBhayibhile: “Yiyekele KuYehova Indlela Yakho”

Funda ukuba iingxaki esidibana nazo zinokusenza njani sizimisele nakakhulu ukuthembela ngoYehova.