Ucwangciso Lwendibano Yengingqi Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!
NgoLwesihlanu
Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuma-1 Korinte 13:4—“Uthando lunomonde.”
NgoMgqibelo
Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kuma-1 Tesalonika 5:14—“Nibe nomonde kubo bonke.”
NgeCawa
Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuIsaya 30:18 —“UYehova ulinde ngomonde ukuba anenzelele.”
Inkcazelo
Inkcazelo enokunceda abantu abatyeleleyo endibanweni.
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI
Iindibano ZamaNgqina KaYehova ZeNgingqi
Wonke umntu wamkelekile kwezi ndibano zasimahla nyaka ngamnye.
IINDIBANO
Uyamenywa: Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2023 Ethi “Yibani Nomonde”!
Uyamenywa kwindibano yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova yakulo nyaka.
IINDIBANO
Idrama YeBhayibhile: “Yiyekele KuYehova Indlela Yakho”
Funda ukuba iingxaki esidibana nazo zinokusenza njani sizimisele nakakhulu ukuthembela ngoYehova.

