Yintoni enokwenza intsapho yakho yonwabe?

Yintoni enokwenza intsapho yakho yonwabe?

“Ngamnye wenu makamthande umfazi wakhe, kanye njengokuba ezithanda; [nomfazi] umele amhloniphe kakhulu umyeni wakhe.”​Efese 5:33.

IBhayibhile ithi

  • Indoda kufuneka ithembeke kumfazi wayo, nomfazi athembeke kumyeni wakhe.​Mateyu 19:​4-6.

  • Abantwana abahlonipha baze bathobele abazali babo baza kuphumelela.​Efese 6:​1-3.

Ukuze ufunde nezinye izinto, ngena kwiwebhusayithi ethi jw.org/xh.