Iindaba Zasehlabathini Lonke
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2025 #4
Kule ngxelo, siza kufunda ngendlela imigaqo yeBhayibhile enokusinceda ngayo ukuze senze izigqibo zobulumko ngokuphathelele iimpawu nezithethe.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2025 #3
Kule nkqubo, sithetha ngendlela esinokuceba ngayo ukumsebenzela ngakumbi uYehova kwezi nyanga zimbalwa zilandelayo.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2025 #2
Kule ngxelo, siza kuva izinto intlangano ezenzayo ukuze incede abazalwana noodade abangakwaziyo ukufunda nokubhala, nendlela ukusihlawulela kukaYesu okusinika ngayo uxolo. Siza kuxelelwa nangengoma entsha eza kuculwa kwiNdibano yeNgingqi Ka-2025.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2025 #1
Kule ngxelo, siza kufunda ukuba singayisebenzisa njani indawo ethi “Iinyaniso Esithandayo Ukuzifundisa,” kwisihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu—Yenza Abafundi. Ukufunda ezi nyaniso kuza kusinceda sikwazi ukuqala incoko xa sishumayela.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #8
Kule ngxelo sizakuthetha ngendlela esifanele sibaphathe ngayo abo bavela kwiividiyo zethu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #7
Kule ngxelo, siza kuva ukuba banjani abazalwana noodade kwezinye iindawo emhlabeni. Siza kuva namava akhuthazayo abazalwana abatsha beQumrhu Elilawulayo, umzalwana uJody Jedele noJacob Rumph.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #5
Kule ngxelo, siza kuthetha ngokuba sinokwenza njani ukuze sihlale siqinisekile ukuba uBukumkani bukaThixo bubo kuphela obuza kuzilungisa zonke iingxaki zabantu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawuyo Ka-2024 #3
Kule ngxelo, siza kuthetha ngemigaqo yeBhayibhile enokusinceda xa sikhetha indlela esinxiba nesizilungisa ngayo.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #2
Kule ngxelo, siza kuthetha ngendlela uTata wethu uYehova abonisa ngayo ukuba “angathanda ukuba wonke umntu aguquke.” (2 Pet. 3:9) Siza kuva nangotshintsho kwindlela esinxiba ngayo entsimini, ezintlanganisweni nakwiindibano zethu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #8
Funda ukuba sinokwenza njani ukuze sibonise ukuba singabakhonzi bakaThixo ngendlela esikhetha ukunxiba nokuzilungisa ngayo, nokuba singalinceda njani ibandla limanyane.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #7
Yiva ngencwadi entsha enomxholo othi Izibhalo Ezibonisa Indlela Yokuphila YamaKristu kunye nomxholo wonyaka ka-2024.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo ka-2023 #6
Kule ngxelo, umzalwana weQhumrhu Elilawulayo uthetha ngamava akhuthazayo kaNegede Teklemariam.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2023 #5
Kule ngxelo, umzalwana weQumrhu Elilawulayo usibonisa incoko ekhuthazayo kaDennis noIrina Christensen.