Rwanda
-
AmaNgqina KaYehova—39 063
-
Amabandla—650
-
Abantu ababeye kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu Kristu—100 654
-
Umvakalisi omnye kubemi—1 kwabayi-380
-
Inani labemi—14 105 000
IRwanda Izama Ukuphelisa Ukucinezelwa Kwabantwana Besikolo Ngokonqulo
Isenzo sikarhulumente sokukhusela ilungelo labantwana besikolo lokuzikhethela unqulo liza kuzisa isiqabu kubantwana bamaNgqina.
Inkundla YaseRwanda Ayiluxhasi Ucalucalulo Lwezonqulo
I-Intermediate Court yaseKarongi yahlonela ilungelo lenkululeko yonqulo labantwana besikolo abasibhozo abangamaNgqina. Ngaba esi sigqibo siza kunceda ekupheliseni ucalucalulo kuzo zonke izikolo zaseRwanda?

