Iindaba
Imiphumo Ye-61 - 75 kweyi 550
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2025 #1
Kule ngxelo, siza kufunda ukuba singayisebenzisa njani indawo ethi “Iinyaniso Esithandayo Ukuzifundisa,” kwisihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu—Yenza Abafundi. Ukufunda ezi nyaniso kuza kusinceda sikwazi ukuqala incoko xa sishumayela.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #8
Kule ngxelo sizakuthetha ngendlela esifanele sibaphathe ngayo abo bavela kwiividiyo zethu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #7
Kule ngxelo, siza kuva ukuba banjani abazalwana noodade kwezinye iindawo emhlabeni. Siza kuva namava akhuthazayo abazalwana abatsha beQumrhu Elilawulayo, umzalwana uJody Jedele noJacob Rumph.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2024 #5
Kule ngxelo, siza kuthetha ngokuba sinokwenza njani ukuze sihlale siqinisekile ukuba uBukumkani bukaThixo bubo kuphela obuza kuzilungisa zonke iingxaki zabantu.
Imiphumo Ye-61 - 75 kweyi 550

