I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Iimfundiso ZeBhayibhile

IBhayibhile inawona macebiso aphumelelayo eendlela zokujongana neemeko ezinzima zobu bomi. Sele iyiminyaka emininzi ngoku kubonakala indlela iBhayibhile exabiseke ngayo. Kweli candelo, uza kufunda ngendlela iBhayibhile eluncedo ngayo.—2 Timoti 3:16, 17.

Amanqaku Akhoyo

Ithini IBhayibhile NgeKrismesi?

Isenokukothusa imvelaphi yezithethe zeKrismesi ezintandathu ezaziwayo.

Wazalwa Nini UYesu?

Funda ukuba kutheni iKrismesi ibhiyozelwa ngoDisemba 25.

Kwakutheni Ukuze UThixo Athumele UYesu Emhlabeni?

Funda ngesizathu sokuba uYesu eze emhlabeni nokuba thina singenelwa njani namhlanje.

Ezosapho

IZIBINI

Hloniphanani

Ukuhloniphana emtshatweni yinto efanele yenziwe. Yintoni onokuyenza ebonisa ukuba uyamhlonipha umntu otshate naye?

ABAZALI

Indlela Yokuthi “Hayi”

Kuthekani ukuba umntwana wakho ukuqhatha ngokukhwina okanye ngokukucenga?

ABAFIKISAYO

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Kulula ukufumana abahlobo abangakuthandiyo kodwa ungabafumana njani aba bokwenyaniso?

ABANTWANA

Coceka

UYehova uzibeka ngeendawo zazo izinto. Funda indlela ongaziqoqosha ngayo ezakho izinto!