IMBONISELO Meyi 2012
IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE
Ukuthembana Kwakhona
Ukuba uzama ukuhlangula umtshato wakho emva kokrexezo, ngaphandle kwamathandabuzo uza kunyuka umnqantsa. Kodwa unako ukuphumelela!