IMBONISELO

Iphepha 32

IsiXhosa
Iphepha 32
https://assetsnffrgf-a.akamaihd.net/assets/ct/d71826a198/images/syn_placeholder_sqr.png
w11 12/1 iphe. 32
Iphepha 32

Iphepha 32

Yintoni enokusinceda sizikhusele xa kuvela iintlekele zemvelo?

FUNDA IPHEPHA 6-7.

Ngaba likho ixesha apho iintlekele zemvelo zingasayi kubakho?

FUNDA IPHEPHA 8-9.

Ngaba ngokwenene ukho umntu onokukwazi ukutolika iziprofeto zeBhayibhile?

FUNDA IPHEPHA 11-13.

Ngaba ungathanda ukwazi into enokukunceda ufumane abahlobo bokwenene?

FUNDA IPHEPHA 16-17.

Ithetha ukuthini iBhayibhile xa isithi “kukho ixesha lokuthanda nexesha lokuthiya”?

FUNDA IPHEPHA 23-25.