IMBONISELO—EFUNDWAYO Julayi 2017
Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 28 ukuya kuSeptemba 24, 2017.
Bazinikela Bengaqhutywa Mntu—ETurkey
Ngo-2014, kwaphunywa iphulo elikhethekileyo lokuya kushumayela eTurkey. Kwakutheni ukuze kulungiselelwe eli phulo? Waba yintoni umphumo?
Funani Ubutyebi Benene
Izinto esinazo singazisebenzisa njani ukuze sisondele nangakumbi kuYehova?
“Lilani Kunye Nabantu Abalilayo”
Umntu ofelweyo unokuthuthuzelwa njani? Yintoni onokuyenza ukuze umncede?
“Dumisani UYa!”—Ngoba?
INdumiso 147 isikhumbuza ngezizathu ezininzi esinazo zokuba simbulele uMdali wethu.
‘Ngamana Angalizalisekisa Lonke Icebo Lakho’
Ulutsha kufuneka lugqibe ukuba luza kubusebenzisa njani ubomi balo. Iyothusa le nto xa uyicinga, kodwa uYehova uya kubasikelela abo bacela amacebiso kuye.
Ukuphumelela Idabi Lengqondo Yakho
USathana uphume iphulo lokusasaza ubuxoki obucingisisiweyo. Unokubuxhathisa njani?
Imibuzo Evela Kubafundi
Ngaba kufanelekile ukuba umKristu abe nompu, omncinane okanye omkhulu, ukuze azikhusele kwabanye abantu?